VARS_SEPT 2022

Kukhuselekile ukuhlawula i-akhawunti yakho kamasipala

UMasipala waseDrakenstein uthanda ukuqinisekisa abathengi bakhe okokuba kukhuseleke ngokupheleleyo okokuba uhlawule ityala lakho likamasipala. Akukho mingcipheko yokhuseleko ngenxa yolu hlaselo lwengcaciso ekwikhompyutha kaMasipala kunye neenkqubo zonxibelelwano. Zonke iintlawulo ziya kwabelwa kubantu bazo ngokulungileyo, yaye zonke intengiselwano ziya kurekhodwa ngokufanelekileyo. Iqela lethu lisebenze nzima ukukhusela iinkqubo zethu yaye sanelisekile yinto yokuba singanikezela ngoku inkonzo engenamngcipheko kubathengi bethu. UMasipala waseDrakenstein uthanda ngokunjalo ukukhumbuza abathengi

bethu ngento yokuba iNedbank lihlakani lethu elitsha lokubhakisha ukususela ngomhla woku-1 kuJulayi 2022. Nceda uqaphele olu tshintsho xa uhlawula i-akhawunti yakho kamasipala okanye esinye iirhafu zikamasipala. Abathengi abahlawula ii-akhawunti zabo besebenzisa ukhutshelo lwe-elektroniki lwezixa-mali (EFT), kufuneka basebenzise uluhlu lwabaxhamli abavunywe kwangaphambili kumaqonga abo okubhakisha ukuqhuba intengiselwano. Ukulungiselela nayiphi na imibuzo, abathengi banokuqhagamshelana noMasipala kule nombolo yomnxeba ingahlawulelwayo 080 131 3553 okanye ngale dilesi ye-imeyile customercare@drakenstein.gov.za .

DRAFT DRAKENSTEIN WATER AND SANITATION BYLAW 2022

Members of the public and interested parties are herewith invited to comment on the Draft Drakenstein Water and Sanitation Bylaw 2022. Copies of the draft bylaw can be requested via email from André Kowalewsk i at andrek@drakenstein.gov.za . He can also be contacted telephonically at 021 807 4705 . The draft bylaw is also available on the municipal website at www.drakenstein.gov.za . Comments on the above-mentioned draft bylaw can be lodged in writing to the City Manager, Drakenstein Municipality, PO Box 1, Paarl, 7622, or customercare@drakenstein.gov.za , by no later than Friday 28 October, 2022 . Comments on the draft bylaw can also be delivered by hand to the Civic Centre, Berg River Boulevard, Paarl. Persons who are unable to read or write, can submit their comments verbally at the Municipality’s Engineering Services Department, Water and Wastewater Services, Second Floor, c/o Market Street and Main Road, Paarl, where they will be assisted by a staff member who will put their comments into writing.

29

VARS | September

Made with FlippingBook - professional solution for displaying marketing and sales documents online