VARS_JULY 2022

Bangaphi abantu abahlala kuloo mizi

Ingaba kukho ukuvuza kwamanzi emizini na ukuba kunjalo, yiyiphi le mizi, indawoni

Ingaba kukho inkcitho (wastage) eyenzekayo na

Le ngcaciso iza kusetyenziselwa ukuqonda nokuqinisekisa oyena nobangela wokusetyenziswa kangaka kwamanzi ngabahlali. Ukuba oku kusetyenziswa kangaka kwamanzi kudalwa kukuvuza kwamanzi, umninimzi makaziswe achazelwe ukuba makalungise oko kuvuza kwaloo manzi. Kambe, isininzi sabantu abangathathi ntweni (samakhaya abantu abasokolayo) asikwazi kuwavala nokuwangciba loo manzi, ukulungisa loo monakalo. UMasipala waseDrakenstein ubonelela ngayo le nkonzo yokuvala nokungciba yaye eqinisekisa ukuba

amatyala abantu abasokolayo akanwenweli phambili ngokuya ekhula, esanda. UMasipala uyalubongoza yaye elucela ukuba luchiza lunike ingxelo ngokuvuza kwamanzi lutsalele umnxeba apha kule nombolo 021 807 4715 okanye kule nombolo isimahla 080 131 3553 (toll free) (ngamaxesha onke). Masenakho nokwazisa ngoku kuvuza ngokusebenzisa unxibelelwano lukaMasipala nolwaziwa njengeMunicipality’s SeeClickFix app - cofa apha ukuzuza ingcazelo eyongelelekileyo okanye ubukele le video on ngamanqanaba oma uwalandele.

11

VARS | July

Made with FlippingBook Converter PDF to HTML5