Ukuncedisa ekutywineni amanzi avuzayo abasebenzisi bethu abangathathi ntweni Ukuvuza kwamanzi kungaphembelela kwityala elikhulu likamasipala nokusetyenziswa kakubi kobu bu- tyebi bendalo buxabiseke kangaka. Yiyo loo not uMasipala waseDrakenstein emisele inkonzo yokutywina (a plumbing service) ukulungisa nokungciba ukuvuza kwamanzi, ingakumbi okwenzeka kwiindawo zabantu abangathathi ntweni (amakhaya abantu abasokolayo) khon’ukuze amatyala abo asaseleyo angabhekeli phambili, aye enwenwela phambili.
Rhoqo ngenyanga nganye iSebe leeNkonzo zezobuNjineli zikaMasipala zityelele iindawo ezili-100 zabantu abasokolayo eDrakenstein abasebenzisa
awona manzi maninzi - ukuqinisekisa ukuba:
Ingaba iimitha zamanzi zifundwa ngokuchanekileyo na nangexesha elililo na
10
VARS | July
Made with FlippingBook Converter PDF to HTML5