Ukumiselwa kuMasipala waseDrakenstein esitsha iSaziso ngokuShicilelweyo soPhuhliso noTyalo-Mali kwinyanga ephelileyo kuphinda kungqina iphulo likaMasipala lotyalo-mali elinobuhlobo, lesixeko apho abatyali-mali nabaphuhlisi baqinisekiswa ngokusingqongileyo okudala zenzeke izinto ezimalunga noshishino. Sikwanedesika elungiselelwe oko, nesisikhululo sokuqala sezoPhuhliso kwakunye neDesika yezoTyalo-mali yokunceda abatyali-mali nabaphuhlisi abanokubakho, bokuqhuba iinkqubo zikamasipala. Le Desika ihlela izicelo zezophuhliso yaye ilungelelanisa imisebenzi
yamacandelo kamasipala ukukhawulezisa le hambo yotyalo-mali.Ngokusebenzisa ezi zixhobo zokwakha oku, nale ajenda igqalise kutyalo-mali, sinokubaqinisekisa abatyali-mali ukuba akukho ndawo ibhetele kunale, yokutyala imali ngeli lixa, neyodlula iDrakenstein. Ukuba unomdla wokwandisa ishishini lakho okanye lokutyala imali eDrakenstein, zinike ixesha lokuphengulula ngokugqigqibeleleyo esi Saziso ngokuShicilelweyo soPhuhliso apha kwakhona/okanye unxibelelane/ udibane neDesika yethu yoPhuhliso noTyalo-mali kule imeyile: invest@drakenstein.gov.za.
Which are Drakenstein’s Priority Investment Areas? N1 Corridor
Dal Josaphat Industrial Area, Paarl East
Simondium
Jan van Riebeeck Drive, Paarl
Klein Drakenstein Road, Paarl East
Simonsvlei
Paarl East
Mbekweni
Paarl Central Business District
Wellington Central Business District
Main Road, Paarl
Wellington Industrial Area
De Poort, Paarl
Smart educational hub
Paarl Riverfront
Sports tourism hub
See the full Prospectus
29
VARS | March
Made with FlippingBook Digital Publishing Software