VARS FEB 2023

Indlela yokuSebenzisa iGesi ngokhuseleko njengendlela eyenye engaphandle kokusetyenziswa koMbane

Ngethuba lokucinywa kombane ngu-Eskom ephungula umthwalo wokusetyenziswa kwawo nakukucinywa kombane nje ngokubanzi, uninzi lwabantu lukhetha ukusebenzisa igesi endaweni yombane. Xa usebenzisa le ndlela iyenye, nceda uqinisekise ngokulandela ezi ngcebiso zokhuselo:

• Ukuba ngaba uva kunuka igesi kwikhaya lakho, cima zonke izixhobo ezingavelisa umlilo ngoko nangoko, ze uvule iingcango neefestile ukuze kube kungene kuphuma umoya;

• Soloko ngalo lonke ixesha uqala ngokuqhwitha imatshisi kuqala

• Iisilinda zegesi kufuneka zizaliswe kuphela kwiindawo ezivunyiweyo zabathengisi begesi;

phambi kokuba uvule isilinda yegesi;

• Ziphathe iisilinda ezingenagesi ngololongo olunye kunye nezo zizele yigesi; yaye • Khumbula okokuba umthwalo omkhulu weesilinda zegesi unokuhanjiswa kuphela ngezithuthi ezivunyiweyo, apho kukhutshwe iphepha-mvume elisemthethweni.

• Sebenzisa iisilinda zegesi kwimimandla ekungena kuphuma umoya ngokwaneleyo; • Iisilinda zegesi ezivuzayo kufuneka zithathwe zisiwe kumthengisi ovunyiweyo wegesi okokuba zilungiswe ngoko nangoko;

15

VARS | February

Made with FlippingBook Online newsletter maker