VARS APRIL 2023

Abasebenzi abane- sakhono – ‘Ukhuseleko aluyomveliso; yinkqubo’

ukubekwa kweliso kusetyenziswa iCCTV (umabonakude obonisa okwenzeka kufutshane nekhaya) okanye iikhamera, nonogada abajikelezayo, kubandakanywa oonogada abajikeleza ngezithuthi kunye namagosa asemgangathweni okhuseleko. Zonke iinkonzo ezinikezelwa yi-Izwelethu zenziwa ngabasebenzi abaqeqeshwe kakuhle, abaxhotyisiweyo, nabavuselelekileyo ababekwa iliso rhoqo ngeyure ngumphathi obaphetheyo. Kwi-Izwelethu, umbono wayo kukusebenza njengenkampani yenkonzo yokhuseleko esemgangathweni. Iqikelela okokuba ibe nokuthelekiseka nabona bankqenkqeza phambili kushishino, yaye izamela ukufezekisa imigangatho yehlabathi kwiinkonzo zokhuseleko.

Izwelethu Security Projects , iseMbekweni, ePaarl, yasekwa ngowama-2014, ze emva kwangoko yaqalisa iinkonzo zayo zokhuseleko

ngowama-2015. Ekuqaleni, yanikezela ngeenkonzo ezikolweni nakwimisitho, nokubeka iliso kwiindawo zokupakwa kweemoto nasemakhaya.

Sibulela iminyaka yayo yamava, Izwelethu iyakwazi ukubaluleka kokugcina abantu kunye namashishini ekhuselekile. Izwelethu ngokwakaloku nje ibonelela ezi nkonzo zilandelayo: oonogada, ukusabela ngokukhawuleza, ulawulo lwesango lokungena nokuphuma, iinkonzo zentengiso, iinkonzo kwimisitho, amagosa okhuseleko okanye abahamba nezinja,

10

VARS | April

Made with FlippingBook - PDF hosting