VARS NOV 2022

UMasipala WaseDrakenstein Ufumene Ibhaso Elilodwa Lokulondolozwa KwePaarl Mountain Nature Reserve

Udumo loMasipala waseDrakenstein njengomasipala oyithathela ingqalelo indalo kunye nozinzo lwayo lwandiswa

njengomgcini wepropati iPaarl Mountain Nature Reserve. UCebakhulu uConrad Poole, uSodolophu weSigqeba woMasipala waseDrakenstein, uthe uyazingca ngento yokokuba uMasipala ehlonitshiwe ngenzame zakhe zokulondoloza iplanethi elungiselela izizukulwana ezizayo. “Ibalulekile into yokuba senze konke okusemandleni ukukhusela indalo nokuqulunqa izicwangciso ezidingekayo, iinkqubo nezakhelo zibe sele zikho ukwenza oko. Iqela elisebenza kule projekti lilufanele lonke udumo njengoko

kutsha nje kurhatya lwamabhaso eCapeNature Stewardship, apho uMasipala afumene iwonga elilodwa ngokuzibophelela kwakhe kulondolozo lwePaarl Mountain Nature Reserve. Uncomo lwanikezelwa “kuniko lwengqwalasela nokuxatyiswa komnikelo ogqwesileyo owenziwe ngokubhekiselele kulondolozo lwebhayodayivesiti eNtshona Koloni”. Lanikezelwa kuMasipala waseDrakenstein

24

VARS | November

Made with FlippingBook - Online Brochure Maker